Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa Incwadi Yokusebenzela Ibanga loku-1
Overview
I-Study & Master Incindi Yolwini LwesiXhosa isisifundo esipheleleyo solwimi lwegumbi lokufundela lweSigaba seSiseko, kwaye sinika abafundi isiseko esinokubakho abanokuthi bazakhele kuso izakhono zolwimi. Incwadi Yomfundi epheleleyo: Inika lonke ulwazi nezakhono ezifunwa yiCAPS. Ibhalwe ngobuchule ukuze wonke umfundi akwazi ukufi kelela kuyo kwaye akwazi nokuzifundela ngaphandle kokufundiswa ngutitshala. Iqulethe amabali amnandi nanika umdla kwaye ayafundisa. Imifanekiso esencwadini ivuselela umdla nokucinga. Kukho uhlolo olusesikweni nolungekho sikweni. Incwadi Yokusebenzela enomongo: Yomeleza Incwadi Yomfundi. Umfundi uza kufumana imisebenzi efuna ukuba acingisise kwaye asebenzise izakhono zakhe ekuphenduleni imisebenzi eyahlukeneyo.
Brighter Thinking Blog
Keep up to date with the latest classroom tips and educational trends from our brighter thinkers.
Visit the blogCatalogues and Ordering
Looking for something in particular or just browsing? View our catalogues to see our full range of print and digital books.
View and downloadAdvice on useful tools
Advice on useful tools, activities and timetabling from teachers experiencing school closures.
Cambridge GO
All our supporting resources have now moved to Cambridge GO – the new home for your Cambridge digital content.
Listen to our podcast
Listen to our podcast to discover teaching inspiration & advice from leading educational thinkers.